1 Ookumkani 22:18 XHO75

18 Wathi ukumkani wakwaSirayeli kuYehoshafati, Ndibe ndingatshongo na, ukuthi kuwe, akayi kuprofeta okuhle ngam, woprofeta ububi bodwa?

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 22

imbono 1 Ookumkani 22:18 kwimeko