1 Ookumkani 22:24 XHO75

24 Wesuka uZedekiya unyana kaKenahana, wafika wambetha uMikaya esidleleni, wathi, Ugqithe phi na kum uMoya kaYehova, ukuba aye kuthetha kuwe?

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 22

imbono 1 Ookumkani 22:24 kwimeko