1 Ookumkani 22:51 XHO75

51 UAhaziya, unyana ka-Ahabhi, waba ngukumkani kumaSirayeli kwaSamari ngomnyaka weshumi elinesixhenxe kaYehoshafati, ukumkani wakwaYuda, waba neminyaka emibini engukumkani kwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 22

imbono 1 Ookumkani 22:51 kwimeko