1 Ookumkani 22:53 XHO75

53 Wakhonza uBhahali,* waqubuda kuye, wamqumbisa uYehova uThixo kaSirayeli, njengako konke awakwenzayo uyise.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 22

imbono 1 Ookumkani 22:53 kwimeko