1 Ookumkani 3:11 XHO75

11 Wathi ke uThixo kuye, Ngenxa enokuba ucelé le nto, akwazicelela imihla emininzi, akwazicelela ubutyebi, akwazicelela ubomi beentshaba zakho, wazicelela ukuqonda ukuba uwathethe amatyala: uya bona, ndenzé ngokwelizwi lakho.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 3

imbono 1 Ookumkani 3:11 kwimeko