1 Ookumkani 3:26 XHO75

26 Yathetha le nkazana, ungowayo unyana ohleliyo, kukumkani (ngokuba ibisikwa yimfesane ngonyana wayo), yathi, Camagu, nkosi yam, seniyinika lo mntwana uhleliyo; musani ukumbulala afe. Ke enye le yathi, Makangabi ngowam, makangabi ngowakhe; mcandeni.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 3

imbono 1 Ookumkani 3:26 kwimeko