1 Ookumkani 3:6 XHO75

6 Wathi uSolomon, Wena wenza inceba enkulu kumkhonzi wakho uDavide ubawo, njengoko abehamba phambi kwakho enyanisweni, nasebulungiseni, nangokuthi tye kwentliziyo kuwe, wamgcinela le nceba inkulu, wamnika unyana ohleli etroneni yakhe, njengokuba kunjalo namhla.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 3

imbono 1 Ookumkani 3:6 kwimeko