1 Ookumkani 3:9 XHO75

9 Mnike umkhonzi wakho intliziyo evayo, yokubalawula abantu bakho, ahlule phakathi kokulungileyo nokungendawo; ngokuba ngubani na onako ukubalawula abantu bakho aba bangaka?

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 3

imbono 1 Ookumkani 3:9 kwimeko