1 Ookumkani 5:1 XHO75

1 Wathuma ke uHiram, ukumkani waseTire, abakhonzi bakhe kuSolomon; kuba ubevile ukuba uthanjisiwe ukuba abe ngukumkani, esikhundleni sikayise; ngokuba uHiram ubehleli emthanda uDavide yonke imihla.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 5

imbono 1 Ookumkani 5:1 kwimeko