1 Ookumkani 5:11 XHO75

11 USolomon wamnika uHiram amashumi amabini amawaka eekore* zengqolowa, ukuba idle indlu yakhe; namashumi omabini eekore zeoli engqushiweyo; wenjenjalo ke uSolomon ukumnika uHiram iminyaka ngeminyaka.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 5

imbono 1 Ookumkani 5:11 kwimeko