1 Ookumkani 5:14 XHO75

14 Wabathuma eLebhanon, ishumi lamawaka ngenyanga, bekhululana; inyanga enye babe seLebhanon, iinyanga ezimbini babe sekhaya; ke uAdoniram ubephethe abo bafakwa uviko.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 5

imbono 1 Ookumkani 5:14 kwimeko