1 Ookumkani 5:9 XHO75

9 Abakhonzi bam boyihlisa eLebhanon, bayise elwandle; ndiyihlanganise ndiyidadise elwandle, ndiyise kuloo ndawo wondimisela yona, ndiyikhulule khona, uyithabathe khona; ke wena wenze ukuthanda kwam, ngokuyinika ukudla indlu yam.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 5

imbono 1 Ookumkani 5:9 kwimeko