1 Ookumkani 6:1 XHO75

1 Kwathi, ngomnyaka wamakhulu omané anamanci asibhozo bephumile oonyana bakaSirayeli ezweni lamaYiputa, ngomnyaka wesiné uSolomon engukumkani kumaSirayeli, ngenyanga enguZivi, eyinyanga yesibini, wamakhela uYehova indlu leyo.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 6

imbono 1 Ookumkani 6:1 kwimeko