1 Ookumkani 7:16 XHO75

16 Wenza iingqukuva zambini ngobhedu olutyhidiweyo, zokubekwa emantloko eentsika ezo: ukuphakama kwengqukuva enye kuziikubhite ezintlanu, ukuphakama kwengqukuva yesibini kuziikubhite ezintlanu.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 7

imbono 1 Ookumkani 7:16 kwimeko