1 Ookumkani 7:26 XHO75

26 Ubungqingqwa balo bebungangobubanzi besandla; udini lwalo belwenziwe lwanjengodini lwendebe, lwaneentyantyambo zeenyibiba; lulingéne amawaka amabini eebhate.*

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 7

imbono 1 Ookumkani 7:26 kwimeko