1 Ookumkani 7:6 XHO75

6 Wenza ivaranda* yeentsika: yaziikubhite ezimashumi mahlanu ubude bayo, neekubhite ezimashumi mathathu ububanzi bayo, zinevaranda engaphambi kwazo, neentsika nezinyuko phambi kwazo.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 7

imbono 1 Ookumkani 7:6 kwimeko