1 Ookumkani 7:9 XHO75

9 Zonke ezo zinto bezizezamatye anqabileyo, aqingqwe ngokomlinganiso, asarhiweyo ngeesarha, ngaphakathi nangaphandle; ethabathela esisekweni esa elungqwini, ethabathela nangaphandle esa entendelezweni enkulu.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 7

imbono 1 Ookumkani 7:9 kwimeko