1 Ookumkani 8:16 XHO75

16 Kususela kwimini yokubakhupha kwam abantu bam amaSirayeli eYiputa, andinyulanga mzi ezizweni zonke zakwaSirayeli wokwakha indlu, yokuba libe khona igama lam; ndanyula uDavide ukuba abe phezu kwabantu bam amaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 8

imbono 1 Ookumkani 8:16 kwimeko