1 Ookumkani 8:36 XHO75

36 yiva ke wena emazulwini, usixolele isono sabakhonzi bakho, abantu bakho amaSirayeli, ngokuba ubafundisa indlela elungileyo abaya kuhamba ngayo, unise imvula ezweni lakho, olinike abantu bakho ukuba libe lilifa.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 8

imbono 1 Ookumkani 8:36 kwimeko