39 yiva ke wena emazulwini, endaweni ohlala kuyo, uxolele; wenze, umnike elowo ngokweendlela zakhe zonke, ngokuyazi kwakho intliziyo yakhe (ngokuba nguwe wedwa ozaziyo iintliziyo zoonyana bonke babantu);
funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 8
imbono 1 Ookumkani 8:39 kwimeko