1 Ookumkani 8:53 XHO75

53 Ngokuba wabahlula wena ezizweni zonke zomhlaba, ukuba babe lilifa lakho, njengoko wakuthetha ngoMoses umkhonzi wakho, ekubakhupheni kwakho oobawo eYiputa, Nkosi Yehova.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 8

imbono 1 Ookumkani 8:53 kwimeko