1 Ookumkani 8:56 XHO75

56 Makabongwe uYehova, obanike ukuphumla abantu bakhe amaSirayeli, njengoko konke wakuthethayo; àkwaphalala nalinye ilizwi kuwo onke amazwi akhe alungileyo, awawathethayo ngoMoses umkhonzi wakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 8

imbono 1 Ookumkani 8:56 kwimeko