1 Ookumkani 8:63 XHO75

63 Wabingelela ke uSolomon imibingelelo yokubulela, awayibingelelayo kuYehova; amashumi amabini anesibini amawaka eenkomo, ikhulu elinamanci amabini lamawaka empahla emfutshane. Bayisungula ke indlu kaYehova, ukumkani lowo noonyana bonke bakaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 8

imbono 1 Ookumkani 8:63 kwimeko