1 Ookumkani 8:66 XHO75

66 Ngosuku lwesibhozo wabandulula abantu. Bambonga ukumkani, baya ke ezintenteni zabo, bevuya, bechwayithile ngenxa yokulunga konke awakwenzayo uYehova kuDavide umkhonzi wakhe, nakumaSirayeli abantu bakhe.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 8

imbono 1 Ookumkani 8:66 kwimeko