1 Ookumkani 9:16 XHO75

16 Kwakunyuké uFaro ukumkani waseYiputa, wayithimba iGezere, wayitshisa ngomlilo, wawabulala amaKanan abehleli kuloo mzi, wayinika intombi yakhe, umkaSolomon, yaba yinqakwe.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 9

imbono 1 Ookumkani 9:16 kwimeko