1 Ookumkani 9:3 XHO75

3 Wathi uYehova kuye, Ndikuvile ukuthandaza kwakho nokutarhuzisa kwakho otarhuzise ngako phambi kwam. Ndiyingcwalisile ke le ndlu uyakhileyo, ukuba libekwe khona igama lam kude kuse ephakadeni; aya kuba khona amehlo am nentliziyo yam imihla yonke.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 9

imbono 1 Ookumkani 9:3 kwimeko