1 Ookumkani 9:9 XHO75

9 Bathi ke, Kungenxa yokuba bamshiyáyo uYehova uThixo wabo, owakhupha ooyise ezweni lamaYiputa; babambelela thixweni bambi, babanqula, babakhonza; kungenxa yoko abuzisileyo bonke obu bubi phezu kwabo uYehova.

funda isahluko epheleleyo 1 Ookumkani 9

imbono 1 Ookumkani 9:9 kwimeko