2 Ookumkani 1:10 XHO75

10 Waphendula uEliya, wathi kumthetheli-mashumi-mahlanu, Ukuba ke mna ndingumfo wakwaThixo, makuhle umlilo ezulwini, ukudle wena namashumi omahlanu akho. Kwehla ke umlilo ezulwini, wamdla yena namashumi omahlanu akhe.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 1

imbono 2 Ookumkani 1:10 kwimeko