2 Ookumkani 1:17 XHO75

17 Wafa ke ngokwelizwi likaYehova elathethwa nguEliya. UYehoram waba ngukumkani esikhundleni sakhe, ngomnyaka wesibini kaYehoram unyana kaYehoshafati, ukumkani wakwaYuda; ngokuba yena ebengenanyana.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 1

imbono 2 Ookumkani 1:17 kwimeko