2 Ookumkani 10:13 XHO75

13 wafumanana nabazalwana baka-Ahaziya, ukumkani wakwaYuda, wathi, Ningoobani na nina? Bathi, Singabazalwana baka-Ahaziya; siyehla, siya kubulisa oonyana bokumkani noonyana benkosikazi.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 10

imbono 2 Ookumkani 10:13 kwimeko