2 Ookumkani 10:23 XHO75

23 Wangena uYehu noYehonadabhi, unyana kaRekabhi, endlwini kaBhahali, wathi kubakhonzi bakaBhahali, Funisisani nikhangele, hleze kubekho kuni apha omnye wakubakhonzi bakaYehova; mayibe ngabakhonzi bakaBhahali bodwa.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 10

imbono 2 Ookumkani 10:23 kwimeko