2 Ookumkani 10:5 XHO75

5 Bathuma ophethe indlu, nophethe umzi, namadoda amakhulu, nabondli, kuYehu, bathi, Singabakhonzi bakho; konke oya kukuthetha kuthi, sokwenza; asiyi kumisa mntu abe ngukumkani; yenza ngokubona kwakho.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 10

imbono 2 Ookumkani 10:5 kwimeko