2 Ookumkani 11:12 XHO75

12 Wamkhuphela phandle unyana wokumkani, wamfaka isithsaba wamnika nesingqiniso. Bamenza ukumkani, bamthambisa, babetha izandla, bathi, Makadle ubomi ukumkani!

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 11

imbono 2 Ookumkani 11:12 kwimeko