2 Ookumkani 11:2 XHO75

2 Ke uYoshebha, intombi yokumkani uYehoram, udade boAhaziya, wamthabatha uYowashe unyana ka-Ahaziya, wamba phakathi koonyana bokumkani ababulawáyo, wamsa yena nomondli wakhe egumbini lokulala, bamfihla kuAtaliya, ukuba angàbulawa.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 11

imbono 2 Ookumkani 11:2 kwimeko