2 Ookumkani 11:4 XHO75

4 Ngomnyaka wesixhenxe uYehoyada wathumela, wathabatha abathethelimakhulu basebancinithini nabasezigidimini, wabazìsa kuye endlwini kaYehova. Wabamisela umnqohiso, wabafungisa endlwini kaYehova, wababonisa unyana wokumkani.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 11

imbono 2 Ookumkani 11:4 kwimeko