2 Ookumkani 12:1 XHO75

1 Waba ngukumkani uYowashe ngomnyaka wesixhenxe kaYehu; waba neminyaka emashumi mané engukumkani eYerusalem. Ke igama lonina belinguTsibheya waseBher-shebha.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 12

imbono 2 Ookumkani 12:1 kwimeko