2 Ookumkani 12:17 XHO75

17 Ngelo xesha uHazayeli ukumkani wakwa-Aram* wenyuka waya kulwa neGati, wayithimba. UHazayeli wabubhekisa ubuso bakhe ukuba enyuke aye eYerusalem.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 12

imbono 2 Ookumkani 12:17 kwimeko