2 Ookumkani 12:7 XHO75

7 ukumkani uYowashe wambiza uYehoyada umbingeleli nabanye ababingeleli, wathi kubo, Yini na ukuba ningazitywini iintanda zendlu? Ke ngoko maningabi sathabatha mali kwabazana nani; yinikeleleni ukutywina iintanda zendlu.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 12

imbono 2 Ookumkani 12:7 kwimeko