2 Ookumkani 13:1 XHO75

1 Ngomnyaka wamashumi omabini anamithathu kaYowashe unyana ka-Ahaziya, ukumkani wakwaYuda, waba ngukumkani uYehowahazi, unyana kaYehu, kumaSirayeli kwaSamari, iminyaka yalishumi elinesixhenxe.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 13

imbono 2 Ookumkani 13:1 kwimeko