2 Ookumkani 13:23 XHO75

23 UYehova wawababala, wasikwa yimfesane ngawo, wawabheka ngenxa yomnqophiso wakhe noAbraham noIsake noYakobi; àkavuma ukuwonakalisa nokuwalahla ebusweni bakhe unangoku.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 13

imbono 2 Ookumkani 13:23 kwimeko