2 Ookumkani 13:7 XHO75

7 Ngokuba akamshiyelanga bantu uYehowahazi, yaba ngamashumi amahlanu abamahashe, neshumi leenqwelo zokulwa, neshumi lamawaka omqikela; ngokuba wabatshabalalisa ukumkani wakwa-Aram, wabenza baba njengothuli lokunyathelwa.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 13

imbono 2 Ookumkani 13:7 kwimeko