2 Ookumkani 14:11 XHO75

11 Akaphulaphula uAmatsiya. Wenyuka ke uYehohashe ukumkani wakwaSirayeli; baqwalaselana ngamehlo, yena noAmatsiya ukumkani wakwaYuda, eBhete-shemeshe eyeyakwaYuda.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 14

imbono 2 Ookumkani 14:11 kwimeko