2 Ookumkani 14:17 XHO75

17 Wadla ubomi uAmatsiya unyana kaYowashe, ukumkani wakwaYuda, iminyaka elishumi linesihlanu emva kokufa kukaYehohashe, unyana kaYehowahazi ukumkani wakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 14

imbono 2 Ookumkani 14:17 kwimeko