2 Ookumkani 14:21 XHO75

21 Bonke abantu bakwaYuda bamthabatha uAzariya, akubon' ukuba uminyaka ilishumi linamithandathu ezelwe, bamenza ukumkani esikhundleni sika-Amatsiya uyise.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 14

imbono 2 Ookumkani 14:21 kwimeko