2 Ookumkani 14:8 XHO75

8 Waza uAmatsiya wathumela abathunywa kuYehohashe, unyana kaYehowahazi, unyana kaYehu, ukumkani wakwaSirayeli, esithi, Yiza siqwalaselane ngamehlo.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 14

imbono 2 Ookumkani 14:8 kwimeko