2 Ookumkani 15:13 XHO75

13 UShalum unyana kaYabheshe waba ngukumkani ngomnyaka wamashumi omathathu anesithoba kaUziya ukumkani wakwaYuda. Waba ngukumkani inyanga iphela kwaSamari.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 15

imbono 2 Ookumkani 15:13 kwimeko