21 Ezinye izinto zikaMenahem, nako konke awakwenzayo, azibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli?
funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 15
imbono 2 Ookumkani 15:21 kwimeko