2 Ookumkani 15:30 XHO75

30 UHoseya unyana kaEla wamceba uPeka unyana kaRemaliya, wamxabela, wambulala, waba ngukumkani esikhundleni sakhe ngomnyaka wamashumi amabini kaYotam, unyana kaUziya.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 15

imbono 2 Ookumkani 15:30 kwimeko