2 Ookumkani 15:5 XHO75

5 UYehova wambetha ukumkani, waba neqhenqa kwada kwayimini yokufa kwakhe; wahlala endlwini eyodwa. Ke uYotam, unyana wokumkani, ebephethe ibhotwe, ebalawula abantu belizwe.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 15

imbono 2 Ookumkani 15:5 kwimeko