2 Ookumkani 15:9 XHO75

9 Wenza okubi emehlweni kaYehova, njengoko benza ngako ooyise; akatyeka ezonweni zikaYarobheham unyana kaNebhati, awawonisa ngazo amaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo 2 Ookumkani 15

imbono 2 Ookumkani 15:9 kwimeko